Duteronomi 1:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 “Emva koko semka eHorebhe sanqumla la ntlango inkulu, yoyikekayo+ enayibonayo xa sasisiya kummandla weentaba wama-Amori,+ kanye njengokuba uYehova uThixo wethu wasiyalelayo, sada safika eKadeshe-bharneya.+
19 “Emva koko semka eHorebhe sanqumla la ntlango inkulu, yoyikekayo+ enayibonayo xa sasisiya kummandla weentaba wama-Amori,+ kanye njengokuba uYehova uThixo wethu wasiyalelayo, sada safika eKadeshe-bharneya.+