Levitikus 24:11, 12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Lo nyana womfazi ongumSirayeli wathetha kakubi ngeGama,* walithuka.*+ Ngoko bamsa kuMoses.+ Kwathi kanti igama likamama wakhe nguShelomiti, intombi kaDibri wesizwe sakwaDan. 12 Bamvalela de sabacacela isigqibo sikaYehova ngento emayenziwe ngaye.+
11 Lo nyana womfazi ongumSirayeli wathetha kakubi ngeGama,* walithuka.*+ Ngoko bamsa kuMoses.+ Kwathi kanti igama likamama wakhe nguShelomiti, intombi kaDibri wesizwe sakwaDan. 12 Bamvalela de sabacacela isigqibo sikaYehova ngento emayenziwe ngaye.+