1 Korinte 14:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Kuba uThixo akangoThixo wesiphithiphithi, kodwa ngowoxolo.+ Kuwo onke amabandla abo bangcwele, 1 Korinte 14:40 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 40 Kodwa zonke izinto mazenzeke ngesidima nangocwangco.+