Eksodus 15:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ngelo xesha iinkosi zakwaEdom ziza koyika nyhani,Abalawuli abanamandla bakwaMowabhi baza kungcangcazela hayi nje kancinci.+Bonke abantu bakwaKanan baza kutyhafa iintliziyo.+ Duteronomi 2:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ukususela namhlanje, ndiza kwenza zonke izizwana ezisemhlabeni zinoyike xa zisiva ngani. Ziza kuphazamiseka zize zingcangcazele* ngenxa yenu.’+
15 Ngelo xesha iinkosi zakwaEdom ziza koyika nyhani,Abalawuli abanamandla bakwaMowabhi baza kungcangcazela hayi nje kancinci.+Bonke abantu bakwaKanan baza kutyhafa iintliziyo.+
25 Ukususela namhlanje, ndiza kwenza zonke izizwana ezisemhlabeni zinoyike xa zisiva ngani. Ziza kuphazamiseka zize zingcangcazele* ngenxa yenu.’+