-
Duteronomi 23:3, 4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
3 “Makangabikho umAmoni okanye umMowabhi ongena ebandleni likaYehova.+ Makungaze kubekho nzala yawo ingena ebandleni likaYehova ukuya kutsho nakwisizukulwana sawo seshumi, 4 kuba awazange anincede aninike ukutya namanzi endleleni esuka eYiputa,+ kwakhona aqesha uBhileham unyana kaBhehore wasePetore eMesopotamiya ukuba aniqalekise.+
-