IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 10:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 Ekuhambeni kwexesha, oonyana baka-Aron uNadabhi noAbhihu+ bathatha izitya zabo zomlilo, babeka amalahle avuthayo kuzo baza babeka isiqhumiso esiqholiweyo+ kuzo. Emva koko bazisa umlilo ongekho mthethweni kuYehova,+ into awayengabayalelanga ukuba bayenze.

  • 1 Kronike 24:2
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 2 Kodwa ke uNadabhi noAbhihu bafa ngaphambi kokuba utata wabo afe,+ yaye babengenabo oonyana, kodwa uEleyazare+ noItamare baqhubeka bengababingeleli.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share