IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 12:1-3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 UYehova wathi kuAbram: “Lishiye ilizwe lakowenu, izizalwana zakho nendlu katata wakho, uye kwilizwe endiza kukubonisa lona.+ 2 Ndiza kukwenza ube luhlanga olukhulu, ndikusikelele, ndilenze likhulu igama lakho, ube yintsikelelo.+ 3 Ndiza kubasikelela abo bakusikelelayo, ndimqalekise okuqalekisayo,+ ibe zonke iintsapho zasemhlabeni ziza kusikelelwa* ngenxa yakho.”+

  • Genesis 22:15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 Ingelosi kaYehova yaphinda yamkhwaza okwesibini uAbraham isemazulwini,

  • Genesis 22:17
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 17 ngokuqinisekileyo ndiza kukusikelela yaye ngokuqinisekileyo ndiza kuyandisa inzala* yakho ibe njengeenkwenkwezi zamazulu nanjengesanti eselunxwemeni lolwandle,+ kwaye inzala* yakho iza kuzithatha izixeko* zeentshaba zayo.+

  • Duteronomi 33:29
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 29 Uyavuya wena Sirayeli!+

      Ngubani na onjengawe,+

      Isizwe esisindiswa nguYehova,+

      Olikhakha lakho elikukhuselayo,+

      Nekrele lakho elinobungangamsha?

      Iintshaba zakho ziza kungcangcazela phambi kwakho,+

      Uze uzinyathele emqolo.”*

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share