Eksodus 6:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 UEleyazare,+ unyana ka-Aron, watshata enye yeentombi zikaPutiyeli. Yamzalela uFinehasi.+ Ezo ziintloko zootata babaLevi ngokweentsapho zazo.+ Duteronomi 10:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 “AmaSirayeli emka eBheheroti Bhene-yahakan aya eMosera. UAron wafela apho, wangcwatyelwa khona,+ waza uEleyazare unyana wakhe waba ngumbingeleli endaweni yakhe.+
25 UEleyazare,+ unyana ka-Aron, watshata enye yeentombi zikaPutiyeli. Yamzalela uFinehasi.+ Ezo ziintloko zootata babaLevi ngokweentsapho zazo.+
6 “AmaSirayeli emka eBheheroti Bhene-yahakan aya eMosera. UAron wafela apho, wangcwatyelwa khona,+ waza uEleyazare unyana wakhe waba ngumbingeleli endaweni yakhe.+