IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 22:16, 17
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 16 Zafika kuBhileham zathi: “UBhalaki unyana kaTsipore uthi, ‘Ndicela ungavumeli nantoni na ikunqande ungezi kum, 17 kuba ndiza kukuzukisa kakhulu ndize ndenze nantoni na ondixelela yona. Ngoko ndicela uze, undiqalekisele aba bantu.’”

  • Numeri 24:10, 11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 UBhalaki wacatshukiswa yile nto yenziwa nguBhileham waza waqhwaba izandla, esithi: “Bendikubizele ukuba uziqalekise iintshaba zam,+ kodwa wena uzisikelele kwade kwakathathu. 11 Ngoku ke khawuleza ugoduke. Bendizimisele ukukuzukisa kakhulu,+ kodwa jonga! uYehova ukuvimbile olo zuko.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share