-
Numeri 23:13, 14IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
13 Wathi uBhalaki kuye: “Makhe siye kwenye indawo oza kubabona kuyo. Uza kubona abambalwa; awuzukubabona bonke. Uze ubaqalekise ukuloo ndawo.”+ 14 Ngoko wamsa kumhlaba kaZofim, phezu kwePisga,+ waza wakha izibingelelo ezisixhenxe, wabingelela ngenkunzi yenkomo nangenkunzi yegusha kwisibingelelo ngasinye.+
-