Eksodus 6:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 UAron watshata noElishebha, intombi ka-Aminadabhi, udadeboNashon.+ Wamzalela uNadabhi, uAbhihu, uEleyazare noItamare.+ Eksodus 38:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Nalu uludwe olugciniweyo lwezinto zentente engcwele, intente engcwele yoBungqina,+ uMoses awayalela abaLevi ukuba bazibhalise,+ bekhokelwa nguItamare+ unyana ka-Aron umbingeleli. 1 Kronike 6:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Abantwana* baka-Amram+ yayinguAron,+ uMoses,+ kunye noMiriyam.+ Bona oonyana baka-Aron yayinguNadabhi, uAbhihu,+ uEleyazare+ noItamare.+
23 UAron watshata noElishebha, intombi ka-Aminadabhi, udadeboNashon.+ Wamzalela uNadabhi, uAbhihu, uEleyazare noItamare.+
21 Nalu uludwe olugciniweyo lwezinto zentente engcwele, intente engcwele yoBungqina,+ uMoses awayalela abaLevi ukuba bazibhalise,+ bekhokelwa nguItamare+ unyana ka-Aron umbingeleli.
3 Abantwana* baka-Amram+ yayinguAron,+ uMoses,+ kunye noMiriyam.+ Bona oonyana baka-Aron yayinguNadabhi, uAbhihu,+ uEleyazare+ noItamare.+