Eksodus 28:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 “Thatha kumaSirayeli uAron umntakwenu kunye noonyana bakhe, ukuze babe ngababingeleli bam.+ Biza uAron+ kunye noNadabhi, uAbhihu,+ uEleyazare noItamare,+ oonyana bakhe.+ Levitikus 8:2, 3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “Thatha uAron noonyana bakhe,+ uthathe izambatho,+ ioli yokuthambisa,+ inkunzi yenkomo yomnikelo wesono, iinkunzi zeegusha ezimbini nengobozi yesonka esingenagwele,+ 3 uze ubizele bonke abantu kumnyango wentente yokuhlangana.”
28 “Thatha kumaSirayeli uAron umntakwenu kunye noonyana bakhe, ukuze babe ngababingeleli bam.+ Biza uAron+ kunye noNadabhi, uAbhihu,+ uEleyazare noItamare,+ oonyana bakhe.+
2 “Thatha uAron noonyana bakhe,+ uthathe izambatho,+ ioli yokuthambisa,+ inkunzi yenkomo yomnikelo wesono, iinkunzi zeegusha ezimbini nengobozi yesonka esingenagwele,+ 3 uze ubizele bonke abantu kumnyango wentente yokuhlangana.”