Numeri 24:3, 4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Emva koko wathetha intetho engumzekeliso esithi:+ “Uthi uBhileham unyana kaBhehore,Ithi indoda evulwe amehlo, 4 Uthi lowo uva amazwi kaThixo,Lowo ubone umbono kaSomandla,Lowo uye waqubuda evulwe amehlo:+
3 Emva koko wathetha intetho engumzekeliso esithi:+ “Uthi uBhileham unyana kaBhehore,Ithi indoda evulwe amehlo, 4 Uthi lowo uva amazwi kaThixo,Lowo ubone umbono kaSomandla,Lowo uye waqubuda evulwe amehlo:+