2 Samuweli 8:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Woyisa amaMowabhi+ wawalalisa phantsi emhlabeni, waza wawameta ngomtya. Lawo awamete ngemitya emibini wayewabulala, aze lawo awamete aphelela kumtya omnye, awasindise.+ Emva koko amaMowabhi aba zizicaka zikaDavide aza azisa umrhumo.+ 1 Kronike 18:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Emva koko woyisa amaMowabhi,+ aza amaMowabhi aba zizicaka zikaDavide aza azisa umrhumo.+ INdumiso 108:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 UMowabhi+ sisitya endihlambela kuso. Ndiza kuyiphosa phezu koEdom+ imbadada yam. Ndiza kukhwaza kuba ndiwoyisile amaFilisti.”+
2 Woyisa amaMowabhi+ wawalalisa phantsi emhlabeni, waza wawameta ngomtya. Lawo awamete ngemitya emibini wayewabulala, aze lawo awamete aphelela kumtya omnye, awasindise.+ Emva koko amaMowabhi aba zizicaka zikaDavide aza azisa umrhumo.+
9 UMowabhi+ sisitya endihlambela kuso. Ndiza kuyiphosa phezu koEdom+ imbadada yam. Ndiza kukhwaza kuba ndiwoyisile amaFilisti.”+