1 Kronike 4:42, 43 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 Abanye kumaSimeyon, amadoda ayi-500, uPelatiya, uNeyariya, uRefaya noUziyeli, abangoonyana bakaIshi ababekhokela, baya kwiNtaba YeSehire.+ 43 Bawaxabela ama-Amaleki+ awayeqhweshile, ibe bahlala apho de kwayile mini. Hezekile 25:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 ‘Ndiza kuziphindezela kuEdom ndisebenzisa abantu bam amaSirayeli.+ Baza kukhuphela umsindo nengqumbo yam kuEdom, ukuze bayive impindezelo yam,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”’
42 Abanye kumaSimeyon, amadoda ayi-500, uPelatiya, uNeyariya, uRefaya noUziyeli, abangoonyana bakaIshi ababekhokela, baya kwiNtaba YeSehire.+ 43 Bawaxabela ama-Amaleki+ awayeqhweshile, ibe bahlala apho de kwayile mini.
14 ‘Ndiza kuziphindezela kuEdom ndisebenzisa abantu bam amaSirayeli.+ Baza kukhuphela umsindo nengqumbo yam kuEdom, ukuze bayive impindezelo yam,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”’