IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 25:19
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 19 Xa uYehova uThixo wenu eniphumzile kuzo zonke iintshaba zenu ezinijikelezileyo kwilizwe uYehova uThixo wenu aninika lona ukuba libe lilifa lenu,+ nimele niwatshayele kuthi tu ama-Amaleki phantsi kwamazulu.+ Nize ningayilibali loo nto.

  • 1 Samuweli 15:3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 3 Hamba ke uyokuwaxabela,+ uwatshabalalise+ kunye nayo yonke into anayo, ungawasizeli. Umele uwabulale+ onke, indoda nomfazi, umntwana nosana, inkunzi yenkomo negusha, inkamela nedonki.’”+

  • 1 Kronike 4:43
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 43 Bawaxabela ama-Amaleki+ awayeqhweshile, ibe bahlala apho de kwayile mini.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share