Eksodus 23:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 “Umda wakho ndiza kuwenza uqale kuLwandle Olubomvu uyokutsho kulwandle lwamaFilisti, uphinde uqale entlango uyokutsho eMlanjeni,*+ kuba ndiza kubanikela esandleni sakho abemi belo lizwe, ubagxothe bemke.+ Numeri 34:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “Yithi kumaSirayeli: ‘Ngoku ningena kwilizwe lakwaKanan.+ Lo mhlaba kunye nemida yawo uza kuba lilifa lenu.+ Numeri 34:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 “‘Umda wenu osentshona uza kuba luLwandle Olukhulu* nonxweme lwalo. Ngumda wenu wasentshona ke lowo.+ Duteronomi 11:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Zonke iindawo eniza kuhamba kuzo, ziza kuba zezenu.+ Umda wenu uza kususela entlango uye eLebhanon, ususele eMlanjeni, umlambo umEfrate, uye kulwandle lwasentshona.*+
31 “Umda wakho ndiza kuwenza uqale kuLwandle Olubomvu uyokutsho kulwandle lwamaFilisti, uphinde uqale entlango uyokutsho eMlanjeni,*+ kuba ndiza kubanikela esandleni sakho abemi belo lizwe, ubagxothe bemke.+
2 “Yithi kumaSirayeli: ‘Ngoku ningena kwilizwe lakwaKanan.+ Lo mhlaba kunye nemida yawo uza kuba lilifa lenu.+
6 “‘Umda wenu osentshona uza kuba luLwandle Olukhulu* nonxweme lwalo. Ngumda wenu wasentshona ke lowo.+
24 Zonke iindawo eniza kuhamba kuzo, ziza kuba zezenu.+ Umda wenu uza kususela entlango uye eLebhanon, ususele eMlanjeni, umlambo umEfrate, uye kulwandle lwasentshona.*+