Duteronomi 31:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Emva koko uYehova wathi kuMoses: “Jonga! Lisondele ixesha lokuba ufe.+ Biza uYoshuwa, nize nime ententeni yokuhlangana, ukuze ndimbeke abe yinkokheli.”+ Ngoko uMoses noYoshuwa baya ententeni yokuhlangana. 1 Timoti 4:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Uze ungadlali ngesiphiwo owasifumanayo xa kwaprofetwa ngawe, baza abadala bakubeka izandla.+
14 Emva koko uYehova wathi kuMoses: “Jonga! Lisondele ixesha lokuba ufe.+ Biza uYoshuwa, nize nime ententeni yokuhlangana, ukuze ndimbeke abe yinkokheli.”+ Ngoko uMoses noYoshuwa baya ententeni yokuhlangana.