Eksodus 22:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 “Makatshatyalaliswe umntu obingelela komnye uthixo ongenguye uYehova.+ Eksodus 32:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Wathi kubo: “Uthi uYehova uThixo kaSirayeli, ‘Ngamnye wenu makabhinqe ikrele lakhe. Yityhutyheni yonke le nkampu, ningene kuyo yonke iminyango nize nibulale ngamnye umntakwabo, ummelwane wakhe, nesihlobo sakhe esisondeleyo.’”+ Numeri 25:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Emva koko uMoses wathi kubagwebi bakwaSirayeli:+ “Ngamnye kuni makabulale abantu bakhe abaye bakhonza uBhahali wasePehore.”+
27 Wathi kubo: “Uthi uYehova uThixo kaSirayeli, ‘Ngamnye wenu makabhinqe ikrele lakhe. Yityhutyheni yonke le nkampu, ningene kuyo yonke iminyango nize nibulale ngamnye umntakwabo, ummelwane wakhe, nesihlobo sakhe esisondeleyo.’”+
5 Emva koko uMoses wathi kubagwebi bakwaSirayeli:+ “Ngamnye kuni makabulale abantu bakhe abaye bakhonza uBhahali wasePehore.”+