Levitikus 20:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “Yithi kumaSirayeli, ‘Nayiphi na indoda kwaSirayeli yaye nawuphi na umntu wasemzini ohlala kwaSirayeli, oye wasa omnye wabantwana bakhe kuMoleki, umele abulawe nakanjani loo mntu.+ Abemi bafanele bambethe ngamatye de afe. Levitikus 20:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 “‘Nayiphi na indoda okanye umfazi oba ligqirha okanye ochaza izinto kwangaphambili, umele nakanjani abulawe.+ Abantu bamele bababethe ngamatye bafe. Bazizisele ukufa ngokwabo.’”
2 “Yithi kumaSirayeli, ‘Nayiphi na indoda kwaSirayeli yaye nawuphi na umntu wasemzini ohlala kwaSirayeli, oye wasa omnye wabantwana bakhe kuMoleki, umele abulawe nakanjani loo mntu.+ Abemi bafanele bambethe ngamatye de afe.
27 “‘Nayiphi na indoda okanye umfazi oba ligqirha okanye ochaza izinto kwangaphambili, umele nakanjani abulawe.+ Abantu bamele bababethe ngamatye bafe. Bazizisele ukufa ngokwabo.’”