Duteronomi 19:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 “Akukho mntu umele agwetywe ngenxa yaso nasiphi na isono asenzileyo+ ngobungqina bomntu omnye. Ityala linokugwetywa kuphela xa kukho amangqina amabini okanye amathathu.+ 1 Timoti 5:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Uze ungakwamkeli ukumangalelwa kwendoda enkulu,* ngaphandle kokuba kukho amangqina amabini okanye amathathu.+
15 “Akukho mntu umele agwetywe ngenxa yaso nasiphi na isono asenzileyo+ ngobungqina bomntu omnye. Ityala linokugwetywa kuphela xa kukho amangqina amabini okanye amathathu.+
19 Uze ungakwamkeli ukumangalelwa kwendoda enkulu,* ngaphandle kokuba kukho amangqina amabini okanye amathathu.+