Roma 11:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 kanye njengokuba kubhaliwe kwathiwa: “UThixo wabenza balala engqondweni okomntu olele ubuthongo,+ ababona ngamehlo, abeva nangeendlebe, kwada kwanamhlanje.”+
8 kanye njengokuba kubhaliwe kwathiwa: “UThixo wabenza balala engqondweni okomntu olele ubuthongo,+ ababona ngamehlo, abeva nangeendlebe, kwada kwanamhlanje.”+