Yoshuwa 24:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 UYoshuwa wathi ebantwini: “Aninakukwazi ukukhonza uYehova, kuba unguThixo ongcwele.+ UnguThixo ofuna kukhonzwe yena yedwa.+ Akazukunixolela xa nisona.*+
19 UYoshuwa wathi ebantwini: “Aninakukwazi ukukhonza uYehova, kuba unguThixo ongcwele.+ UnguThixo ofuna kukhonzwe yena yedwa.+ Akazukunixolela xa nisona.*+