Nehemiya 2:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 neleta eya kuAsafu umgcini weHlathi Likakumkani, ukuze andinike imithi yokwakha iigeyithi zeNqaba+ YeTempile, iindonga zesixeko+ kunye nendlu endiza kuhlala kuyo.” Ngoko ukumkani wandinika ezo leta,+ kuba isandla soThixo wam sasinam.+
8 neleta eya kuAsafu umgcini weHlathi Likakumkani, ukuze andinike imithi yokwakha iigeyithi zeNqaba+ YeTempile, iindonga zesixeko+ kunye nendlu endiza kuhlala kuyo.” Ngoko ukumkani wandinika ezo leta,+ kuba isandla soThixo wam sasinam.+