IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 1:8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 8 UKumkani uKoreshi wasePersi wathi mayigadwe nguMiteredati umgcini-mali, owayibalayo waza wayidlulisela kuSheshbhatsare*+ isikhulu sakwaYuda.

  • Ezra 1:11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 Xa zizonke izitya zegolide nezesilivere zaziyi-5 400. USheshbhatsare wazibuyisela eYerusalem xa kwakubuya abathinjwa+ ababesuka eBhabhiloni.

  • Zekariya 4:9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 9 “Zizandla zikaZerubhabheli ezibeke isiseko sale ndlu,+ ibe zizo eziza kuyigqiba.+ Niza kutsho nazi ukuba nguYehova wemikhosi ondithumileyo kuni.

  • Mateyu 1:12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 Emva kokuthinjelwa eBhabhiloni, uYekoniya wazala uShelatiyeli;

      uShelatiyeli wazala uZerubhabheli;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share