Ezra 10:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 koonyana bakaPahati-mowabhi,+ inguAdena, uKelali, uBhenaya, uMahaseya, uMataniya, uBhetsaleli, uBhinuwi noManase; Ezra 10:44 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 44 Bonke aba babenabafazi basemzini,+ ibe babagxotha kunye noonyana babo.+
30 koonyana bakaPahati-mowabhi,+ inguAdena, uKelali, uBhenaya, uMahaseya, uMataniya, uBhetsaleli, uBhinuwi noManase;