Yoshuwa 15:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Lo mda wawunyuka uye kwiNtlambo Yonyana KaHinom+ kwithambeka lesixeko samaYebhusi+ ngasemzantsi, oko kukuthi, eYerusalem.+ Wawunyuka uyokutsho phezu kwentaba ejongene neNtlambo YaseHinom ngasentshona, engasekupheleni kweNtlambo* YamaRefa ngasentla. Yoshuwa 15:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Umda ongasentshona wawuluLwandle Olukhulu*+ nonxweme lwalo. Lowo ke yayingumda wawo onke amacala omhlaba enzala kaYuda ngokweentsapho zakhe. 2 Kumkani 23:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 NeTofete+ ekwiNtlambo Yoonyana BakaHinom*+ wayingcolisa ukuze abantu bangakwazi ukukhonzela kuyo, nokuze kungabikho mntu ubingelela* ngonyana okanye ngentombi yakhe emlilweni kuMoleki.+
8 Lo mda wawunyuka uye kwiNtlambo Yonyana KaHinom+ kwithambeka lesixeko samaYebhusi+ ngasemzantsi, oko kukuthi, eYerusalem.+ Wawunyuka uyokutsho phezu kwentaba ejongene neNtlambo YaseHinom ngasentshona, engasekupheleni kweNtlambo* YamaRefa ngasentla.
12 Umda ongasentshona wawuluLwandle Olukhulu*+ nonxweme lwalo. Lowo ke yayingumda wawo onke amacala omhlaba enzala kaYuda ngokweentsapho zakhe.
10 NeTofete+ ekwiNtlambo Yoonyana BakaHinom*+ wayingcolisa ukuze abantu bangakwazi ukukhonzela kuyo, nokuze kungabikho mntu ubingelela* ngonyana okanye ngentombi yakhe emlilweni kuMoleki.+