2 Samuweli 17:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 UAbhisalom nawo onke amadoda akwaSirayeli bathi: “Icebiso likaHushayi umArki lingcono+ kunecebiso lika-Ahitofele!” Kuba uYehova wayezimisele* ukulenza lingasebenzi icebiso lika-Ahitofele elalisengqiqweni,+ ukuze uYehova amzisele intlekele uAbhisalom.+ Isaya 6:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Yenze ibe lukhuni intliziyo yesi sizwana,+Neendlebe zaso zivingce,+Wavale mba amehlo aso,Ukuze singaboni ngamehlo,Singeva nangeendlebe,Ukuze ingacacelwa intliziyo yaso,Singaguquki size siphiliswe.” Mateyu 11:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ngelo xesha uYesu wathi: “Ndikudumisa phambi kwabantu Tata, Nkosi yezulu nomhlaba, kuba uye wazifihla ezi zinto kwizilumko nezifundiswa, wazityhilela abantwana.+
14 UAbhisalom nawo onke amadoda akwaSirayeli bathi: “Icebiso likaHushayi umArki lingcono+ kunecebiso lika-Ahitofele!” Kuba uYehova wayezimisele* ukulenza lingasebenzi icebiso lika-Ahitofele elalisengqiqweni,+ ukuze uYehova amzisele intlekele uAbhisalom.+
10 Yenze ibe lukhuni intliziyo yesi sizwana,+Neendlebe zaso zivingce,+Wavale mba amehlo aso,Ukuze singaboni ngamehlo,Singeva nangeendlebe,Ukuze ingacacelwa intliziyo yaso,Singaguquki size siphiliswe.”
25 Ngelo xesha uYesu wathi: “Ndikudumisa phambi kwabantu Tata, Nkosi yezulu nomhlaba, kuba uye wazifihla ezi zinto kwizilumko nezifundiswa, wazityhilela abantwana.+