IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INtshumayeli 12:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 5 Kwakhona, umntu uza kuzoyika iindawo eziphakamileyo, ankwantye nasesitratweni. Uyatyatyamba umthi wom-amangile,+ intethe iyazirhuqa, liyagqabhuka iqunube, ngoxa umntu ehamba esiya endlini yakhe ehlala ikho,+ nabo bazilileyo behamba bejikeleza isitrato;+

  • INtshumayeli 12:7
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 7 Ngoko uthuli lubuyela emhlabeni,+ apho lwaluvela khona, nomoya ubuyele* kuThixo wokwenene, njengoko wawuvela kuye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share