IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 58:11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 Ngoko abantu baza kuthi: “Ngokuqinisekileyo kunomvuzo ukuba lilungisa.+

      Kukho uThixo ogwebayo emhlabeni.”+

  • Mateyu 7:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 7 “Yekani ukugweba+ ­ukuze nani ningagwetywa;

  • Roma 14:4
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 4 Ucinga ukuba ungubani le nto ude ugwebe isicaka somnye umntu?+ Ukuma okanye ukuwa kwaso kuxhomekeke enkosini yaso.+ Nyhani ke, siza kwenziwa sime, kuba uYehova* uyakwazi ukusenza sime.

  • Yakobi 4:12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 Mnye kuphela uMniki-mthetho noMgwebi,+ lowo ukwazi ukusindisa nokutshabalalisa.+ Ungubani ke wena ukuba ugwebe ummelwane wakho?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share