IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 2:7
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 7 Emva koko uYehova uThixo wabumba umntu ngothuli lomhlaba,+ wavuthela impefumlo yobomi+ ezimpumlweni zakhe, waza waba ngumntu* ophilayo.+

  • Isaya 42:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  5 Uthi uThixo wokwenene uYehova,

      UMdali wamazulu oZukileyo, nalowo uwanekayo,+

      Lowo wolula umhlaba nemveliso yawo,+

      Lowo unika abantu abakuwo impefumlo,+

      Nobanika umoya abo bahamba kuwo:+

  • IZenzo 17:25
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 25 akahoywa ngabantu ngokungathi kukho into ayidingayo,+ kuba nguye onika bonke abantu ubomi, umoya abawuphefumlayo+ nazo zonke izinto.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share