Genesis 18:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ekubeni nize apha kwisicaka senu, mandiniphathele iqhekeza lesonka, ukuze niphinde nibe namandla.* Emva koko ningahamba indlela yenu.” Wona athi: “Kulungile. Ungayenza loo nto uyithethileyo.” Roma 12:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Bancedeni ngezinto abazidingayo abo bangcwele.+ Hlalani nibenzela ububele abanye abantu.+
5 Ekubeni nize apha kwisicaka senu, mandiniphathele iqhekeza lesonka, ukuze niphinde nibe namandla.* Emva koko ningahamba indlela yenu.” Wona athi: “Kulungile. Ungayenza loo nto uyithethileyo.”