INdumiso 9:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Abenzi-bubi baza kubuyela engcwabeni,*Zonke iintlanga ezimlibalayo uThixo. INdumiso 68:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Baqhube oku komoya uphephethekisa umsi;Abenzi-bubi mabatshabalale phambi koThixo,Banyibilike oku kwamafutha phambi komlilo.+ 2 Petros 2:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngoko ke, uYehova* uyakwazi ukubasindisa esilingweni abantu abazinikele kuye,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze batshatyalaliswe,+
2 Baqhube oku komoya uphephethekisa umsi;Abenzi-bubi mabatshabalale phambi koThixo,Banyibilike oku kwamafutha phambi komlilo.+
9 Ngoko ke, uYehova* uyakwazi ukubasindisa esilingweni abantu abazinikele kuye,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze batshatyalaliswe,+