INdumiso 10:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ekubeni eziqhenya, umenzi-bubi akaphandi;Ekuphela kwento ayicingayo yile: “Akukho Thixo.”+ Roma 1:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Nangona bebesazi ukuba unguThixo, khange bamzukise okanye bambulele, kodwa baye abazisebenzisa iingqondo zabo, abaqonda kwanto.+
21 Nangona bebesazi ukuba unguThixo, khange bamzukise okanye bambulele, kodwa baye abazisebenzisa iingqondo zabo, abaqonda kwanto.+