IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 28:9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 9 “Wena ke Solomon nyana wam, mazi uThixo katata wakho, umkhonze ngentliziyo epheleleyo+ nangomphefumlo* ovuyayo,* kuba uYehova uyazihlola zonke iintliziyo,+ ibe uqonda yonke into umntu ayicingayo neminqweno yakhe.+ Ukuba uyamfuna, uza kukuvumela umfumane,+ kodwa ukuba uyamshiya, uza kukulahla ngonaphakade.+

  • 2 Kronike 15:2
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 2 Ngoko waphuma wayokudibana noAsa, wathi kuye: “Ndimamele Asa nani nonke maYuda namaBhenjamin! UYehova uza kuba nani xa nani nikunye naye.+ Ukuba niyamfuna, uza kunivumela nimfumane,+ kodwa ukuba niyamshiya, naye uza kunishiya.+

  • 2 Kronike 19:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 19 UKumkani uYehoshafati wakwaYuda wabuyela endlini yakhe eYerusalem ekhuselekile.*+

  • 2 Kronike 19:3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 3 Kodwa ke, zikhona izinto ezintle ezifunyenweyo kuwe,+ kuba uye wazitshayela iipali ezingcwele* elizweni yaye uyilungisile intliziyo* yakho ukuba ufune uThixo wokwenene.”+

  • Isaya 55:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  6 Funani uYehova ngoxa esafumaneka.+

      Mbizeni ngoxa esekufutshane.+

  • 1 Petros 3:12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 Kuba amehlo kaYehova* ajonge kumalungisa, neendlebe zakhe zimamele imithandazo yawo ecengayo,*+ kodwa uYehova* uyabacaphukela abantu abenza izinto ezimbi.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share