IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 52:5, 6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  5 Yiyo loo nto uThixo eza kukuwisa kuphele tu ngawe;+

      Uza kukunqakula akurhuqele ngaphandle kwentente yakho;+

      Uza kukuncothula elizweni labaphilayo.+ (Selah)

       6 Amalungisa aza kuyibona loo nto amangaliswe,+

      Ibe aza kukuhleka athi:+

  • INdumiso 64:10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 Ilungisa liza kuvuya ngenxa kaYehova lize libalekele kuye;+

      Bonke abantu abaneentliziyo ezilungileyo baza kuvuya.*

  • Hezekile 25:17
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 17 Ndiza kuziphindezela kuwo ngokuwohlwaya ngomsindo, ibe aza kutsho azi ukuba ndinguYehova xa ndiziphindezela kuwo.”’”

  • ISityhilelo 18:20
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 20 “Vuyani nina nisezulwini,+ nina bangcwele,+ nina bapostile nani baprofeti, kuba uThixo usigwebile esi sixeko ngenxa yenu!”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share