Yona 2:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 wathi: “Ndakhwaza uYehova ndisentlungwini, waza wandiphendula.+ Ndakhalela uncedo ndisenzulwini yengcwaba.*+ Wena waliva ilizwi lam.
2 wathi: “Ndakhwaza uYehova ndisentlungwini, waza wandiphendula.+ Ndakhalela uncedo ndisenzulwini yengcwaba.*+ Wena waliva ilizwi lam.