IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 5:11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 Kodwa bonke abo bathembele ngawe baza kuvuya;+

      Baza kutsho ngentswahla yovuyo.

      Uza kuthintela nantoni na esondela kubo,

      Yaye baza kuvuya abo bathanda igama lakho.

  • INdumiso 57:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 57 Ndenzele ububele Thixo, ndenzele ububele,

      Kuba ndibalekela kuwe,+

      Ibe ndizifihla ethunzini lamaphiko akho zide zidlule iinkathazo.+

  • INdumiso 61:4
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  4 Ndiza kuba lundwendwe ententeni yakho ngonaphakade;+

      Ndiza kubalekela kwindawo ekhuselekileyo phantsi kwamaphiko akho.+ (Selah)

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share