INdumiso 72:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Kwanga igama lakhe elizukileyo lingadunyiswa ngonaphakade,+Nozuko lwakhe lugcwalise umhlaba wonke.+ Amen, Amen. ISityhilelo 4:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 “Ufanele Yehova* Thixo wethu onamandla,+ ukwamkela uzuko+ nembeko,+ kuba wadala zonke izinto,+ nangenxa yokuthanda kwakho zabakho yaye zadalwa.”
19 Kwanga igama lakhe elizukileyo lingadunyiswa ngonaphakade,+Nozuko lwakhe lugcwalise umhlaba wonke.+ Amen, Amen.
11 “Ufanele Yehova* Thixo wethu onamandla,+ ukwamkela uzuko+ nembeko,+ kuba wadala zonke izinto,+ nangenxa yokuthanda kwakho zabakho yaye zadalwa.”