Eksodus 15:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Baza koyika baze bankwantye.+Ngenxa yobukhulu bengalo yakho baza kuthi cwaka oku kwelityeBade badlule abantu bakho Yehova,Bade badlule+ abantu obenzileyo.+ INdumiso 76:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Uza kulithoba ikratshi leenkokheli;*Ubenza bamoyike ookumkani bomhlaba. Isaya 2:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Abantu baza kungena emiqolombeni naphakathi kwamawa,Emingxunyeni esemhlabeni,+Ngenxa yokoyikeka kobukho bukaYehovaNangenxa yobukhulu bakhe,+Xa ephakama ukuze enze umhlaba ungcangcazele ngenxa yokoyika. Yeremiya 10:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kodwa uYehova nguThixo ngokwenene. UnguThixo ophilayo+ noKumkani ngonaphakade.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uza kunyikima,+Yaye akukho zintlanga ziza kukwazi ukunyamezela umsindo wakhe.
16 Baza koyika baze bankwantye.+Ngenxa yobukhulu bengalo yakho baza kuthi cwaka oku kwelityeBade badlule abantu bakho Yehova,Bade badlule+ abantu obenzileyo.+
19 Abantu baza kungena emiqolombeni naphakathi kwamawa,Emingxunyeni esemhlabeni,+Ngenxa yokoyikeka kobukho bukaYehovaNangenxa yobukhulu bakhe,+Xa ephakama ukuze enze umhlaba ungcangcazele ngenxa yokoyika.
10 Kodwa uYehova nguThixo ngokwenene. UnguThixo ophilayo+ noKumkani ngonaphakade.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uza kunyikima,+Yaye akukho zintlanga ziza kukwazi ukunyamezela umsindo wakhe.