-
Yoshuwa 3:15, 16IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
15 Ngokukhawuleza emva kokuba ababingeleli abathwele iTyeya befake iinyawo zabo apho aqala khona amanzi (ngalo lonke ixesha lesivuno iYordan iyaphuphuma+), 16 ema ngxi amanzi asuka emantla. Aqalisa ukudama* kude, eAdam, isixeko esikufutshane neTsaretan, aza aphela lawo aya kuLwandle LwaseArabha, uLwandle LweTyiwa.* Amanzi ema yaye abantu bawela phambi kweYeriko.
-