IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 56:12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 Isifungo sam sindibophelele kuwe Thixo wam;+

      Ndiza kukutyibela ngemibulelo.+

  • INdumiso 116:14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 Ndiza kuzenza izinto endizifunge kuYehova

      Phambi kwabo bonke abantu bakhe.+

  • INtshumayeli 5:4, 5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 4 Nanini na uthembisa uThixo, sukulibazisa ukuyenza loo nto umthembise yona,+ kuba akabathandi abantu abazizidenge.+ Yenze into oyithembisileyo.+ 5 Kungcono ungenzi sithembiso kunokuba uthembise ungenzi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share