Numeri 30:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ukuba umntu wenza isifungo+ kuYehova okanye uyafunga+ ukuba akazi kuyenza into ethile, umele asigcine isifungo sakhe.+ Ufanele enze kanye ngokwesifungo sakhe.+ ABagwebi 11:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Wathi akuyibona, wazikrazula iimpahla zakhe wathi: “Awu, ntombi yam! Uyaphule intliziyo yam,* kuba ndinikele ngawe. Kaloku ndimthembisile uYehova, ibe andinakubuya mva.”+
2 Ukuba umntu wenza isifungo+ kuYehova okanye uyafunga+ ukuba akazi kuyenza into ethile, umele asigcine isifungo sakhe.+ Ufanele enze kanye ngokwesifungo sakhe.+
35 Wathi akuyibona, wazikrazula iimpahla zakhe wathi: “Awu, ntombi yam! Uyaphule intliziyo yam,* kuba ndinikele ngawe. Kaloku ndimthembisile uYehova, ibe andinakubuya mva.”+