Yobhi 27:8, 9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kuba liza kuba yintoni ithemba lomenzi-bubi xa etshatyalaliswa,+Xa ebulawa nguThixo? 9 Uza kusiva na uThixo isikhalo sakheXa esehlelwa zizinto ezibuhlungu?+ IMizekeliso 15:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 UYehova ukude lee kubenzi-bubi,Kodwa uyawuva umthandazo wamalungisa.+ IMizekeliso 28:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Umntu owalayo ukumamela umthetho,Kwenyanyeka nomthandazo lo wakhe.+ Isaya 1:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Naxa niphakamisa izandla,Ndiyawafihla amehlo am kuni.+ Nangona nithandaza kaninzi,+Andinimamelanga.+Izandla zenu zigcwele ligazi.+ Yohane 9:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Siyazi ukuba uThixo akabamameli aboni,+ kodwa uyammamela nabani na omoyikayo, aze enze ukuthanda kwakhe.+
8 Kuba liza kuba yintoni ithemba lomenzi-bubi xa etshatyalaliswa,+Xa ebulawa nguThixo? 9 Uza kusiva na uThixo isikhalo sakheXa esehlelwa zizinto ezibuhlungu?+
15 Naxa niphakamisa izandla,Ndiyawafihla amehlo am kuni.+ Nangona nithandaza kaninzi,+Andinimamelanga.+Izandla zenu zigcwele ligazi.+
31 Siyazi ukuba uThixo akabamameli aboni,+ kodwa uyammamela nabani na omoyikayo, aze enze ukuthanda kwakhe.+