IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 31:25-27
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 25 Emva koko uYehova wathi kuMoses: 26 “Bala zonke izinto ezoxuthiweyo, ubale abantu nezilwanyana. Yenze le nto noEleyazare umbingeleli neentloko zezindlu zootata zebandla. 27 Izinto ezoxuthwe emfazweni zahlule kubini, uzahlulele abo bebeye emfazweni nalo lonke ibandla.+

  • Yoshuwa 10:12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 Ngaloo mini uYehova awawatshabalalisa ngayo ama-Amori, amaSirayeli ebukele, uYoshuwa wathi kuYehova phambi kwamaSirayeli:

      “Langa, yima ngxi+ phezu kweGibheyon,+

      Nawe nyanga, yima phezu kweNtlambo YaseAyalon!”*

  • Yoshuwa 10:16
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 16 Ngelo xesha ookumkani abahlanu babaleka bayokuzimela kumqolomba owawuseMakeda.+

  • Yoshuwa 12:7
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 7 Naba ookumkani belizwe uYoshuwa namaSirayeli ababoyisayo ngasentshona kweYordan, ukusuka eBhahali-gadi+ ekwiThafa LaseLebhanon,+ ukuya kwiNtaba IHalaki,+ ehamba iyokufika eSehire.+ UYoshuwa walithatha ilizwe labo, walahlulela izizwe zakwaSirayeli ukuba zihlale kulo,+

  • ABagwebi 5:19
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 19 Ookumkani bafika, balwa;

      Nookumkani bakwaKanan balwa+

      ETahanaki, ngakumanzi aseMegido.+

      Abazange bathimbe silivere.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share