IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 21:3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 3 UYehova wasiphendula isicelo sakhe, waza wawanikela kuye amaKanan. Watshabalalisa wona nezixeko zawo. Ngoko uSirayeli wayithiya loo ndawo ngokuba yiHorma.*+

  • Yoshuwa 10:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 5 Ngoko ookumkani abahlanu bama-Amori,+ ukumkani waseYerusalem, ukumkani waseHebron, ukumkani waseYarmuti, ukumkani waseLakishe, nokumkani wase-Eglon, baqokelelana kunye nemikhosi yabo baza baya ngaseGibheyon ukuze balwe nayo.

  • Yoshuwa 10:10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 UYehova wabenza badideka phambi kwamaSirayeli,+ yaye amaSirayeli abulala amajoni abo amaninzi eGibheyon, abaleqa kwindlela enyukayo eya eBhete-horon, baza bababulala bada bayokufikelela eAzeka naseMakeda.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share