IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 11:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 5 AmaYebhusi ahlekisa ngoDavide esithi: “Soze ungene apha!”+ Sekunjalo, uDavide walithimba ikhusi leZiyon,+ ngoku elisisiXeko SikaDavide.+

  • INdumiso 48:2, 3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  2 INtaba YeZiyon ekwezona ndawo zithe qelele zasemntla,+

      Isixeko soKumkani Ozukileyo,+

      Intle kwindawo yayo ephakamileyo, ibe ivuyisa umhlaba wonke.

       3 Kwiinqaba zayo ezikhuselekileyo,

      UThixo uye wenza kwaziwa ukuba uyindawo ekhuselekileyo yokubalekela.*+

  • INdumiso 132:13
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 Kuba uYehova ukhethe iZiyon;+

      Uye wafuna ukuba ibe yindawo yakhe yokuhlala, wathi:+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share