-
2 Kumkani 6:16, 17IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
16 Kodwa uElisha wathi: “Ungoyiki!+ Kuba baninzi abangakuthi kunabo bangakubo.”+ 17 Emva koko wathandaza esithi: “Owu Yehova, ndicela uvule amehlo akhe, ukuze abone.”+ Ngoko nangoko uYehova wawavula amehlo esicaka sakhe saza sabona, yaye jonga! iintaba zazizaliswe ngamahashe neenqwelo zokulwa zomlilo+ zijikeleze uElisha.+
-