INdumiso 55:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Wuphosele kuYehova umthwalo wakho,+Yena uza kukuxhasa.+ Soze avumele ilungisa liwe.*+ 1 Petros 5:6, 7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ngoko ke, zithobeni phantsi kwesandla esinamandla sikaThixo, ukuze aniphakamise ngexesha elifanelekileyo.+ 7 Liphoseni kuye lonke ixhala lenu,+ kuba unikhathalele.+
6 Ngoko ke, zithobeni phantsi kwesandla esinamandla sikaThixo, ukuze aniphakamise ngexesha elifanelekileyo.+ 7 Liphoseni kuye lonke ixhala lenu,+ kuba unikhathalele.+