Genesis 49:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 “UBhenjamin+ uza kuqhubeka eqwenga oku kwengcuka.+ Kusasa uza kutya ixhoba, aze ngokuhlwa ahlule izinto azoxuthileyo.”+ 1 Samuweli 9:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 USawule wathi: “AndingomBhenjamin na wesona sizwe sincinci kwezakwaSirayeli?+ Ayontsapho yasekhaya na eyona ingabalulekanga kuzo zonke iintsapho zesizwe sakwaBhenjamin? Ngoko kutheni uthethe ngale ndlela nam?”
27 “UBhenjamin+ uza kuqhubeka eqwenga oku kwengcuka.+ Kusasa uza kutya ixhoba, aze ngokuhlwa ahlule izinto azoxuthileyo.”+
21 USawule wathi: “AndingomBhenjamin na wesona sizwe sincinci kwezakwaSirayeli?+ Ayontsapho yasekhaya na eyona ingabalulekanga kuzo zonke iintsapho zesizwe sakwaBhenjamin? Ngoko kutheni uthethe ngale ndlela nam?”